u Mzantsi Afrika kulindeleke ukuba usindleke indibano yesizwe etshayelela iingxoxo zesizwe kulempela veki siya kuyo, kwi campus yase Unisa ePitoli. Lendibano iphawula ukuqala kwekqubo yengxoxo yesizwe neyaabhengezwa ngumongameli uCyril Ramaphosa ngokusesikweni ngethuba esenza intetho yobume besizwe. Ezingxoxo sele zijamelene nemingeni emva kokurhoxa kwamaziko abeyinxalenye yayo aquka i Thabo Mbeki Foundation, i Steve Biko Foundation ukubalula embalwa. Kodwa kwinkqubo yethu namhlanje sincokole banzi ngalendibano iphehlelela iingxoxo, emnxebeni sinaye omnye wabaququzeleli balendibano yesizwe u Mazibuko Jara

Police Minister Senzo Mchunu is ready to resume his political duties in the African National Congress
05:54

30 MINUTES LIVE - NMB marked as the epicenter of insurance killings
07:40

30 MINUTES LIVE - Teachers posting pupils on social media posing significant safety, privacy and legal risks.
07:36