Umlimi oqeqeshwe kwiYunivesithi yaseNelson Mandela eMpuma Koloni, uzakuvula iziko lokuqala elizakuba namayeza okukhathalela imfuyo, nelidingeka ngamandla kwidolophana yakuQoboqobo. UBathandwa Ntshingwa ukwiphulo lokunceda amafama asakhasayo emfuyo kumasipala waseAmahlathi ngokuthi eze neliziko lizakugxila kunyango lwemfuyo kuQoboqobo. UNtshingwa ungene kwicandelo apho banqabileyo abantu abantsundu abasebenza ngonyango lwemfuyo eMpuma Koloni. Ingingqi yakuQoboqobo izele ngamafama amancinane kwezolimo nokufuya, neyinto ebangela kubaluleke ukuba libekhona iziko elibonelela ngamayeza onyango lwemfuyo. Ukusabela ngeli phulo, emnxebeni uMkhokeli Bandla ubambe ongumlimi nengcali kwimpilo yezilwanyana, uBathandwa Ntshingwa...

TRUNEWS @6 - The Eastern Cape Department of Transport will roll out a series of targeted roadblocks across key routes in the province
05:57

We speak with the CRL Commission on what should be done to protect congregants from cult churches
09:12

Commuters may have to pay more as fuel hikes affect the taxi industry
06:49