Isebe lokuhlaliswa koluntu eMpuma Koloni, liphehlelele inkqubo yemfundo yexeshana, nenikezelwa koomasipala, iinkokheli zemveli kunye namanye amagosa. Elisebe lithi le nkqubo izakuvula amathuba amatsha ophuhliso lwezindlu, nokuqinisekisa ukuba uluntu lwakhelwa izindlu ezisemgangathweni. Ikwa zakwenza indima ebalulekileyo yokuba elicandelo lokuhlaliswa koluntu libenabasebenzi abalifundeleyo elicandelo, ukuze kuphuculwe inkqubo yokwenziwa kwezicwangciso, futhi libenegalelo ekuphuculeni izixeko namaphandle kweliphondo jikelele. UNtombozuko Balintulo usilungiselele ngxelo...

Future discussions on allowing access to the retirement pot of savings in the two pot retirement system
10:16

30 Minutes Live| Eastern Cape Department of Health to roll out HIV prevention jabs at 49 clinics across the province
07:30

ALFRED NZO MAYOR ON NEWSREVIEW
45:32