I ofisi kamongameli ichaze usuku lwanamhlanje njengosuku lokuzila kulandela izikhukhula ezithwaxe iMpuma Koloni zasuba ubomi babantu abangapha kwamashumi asithoba, zashiya amawaka engenamakhaya. Ukuzakuthi ga ngoku basekhona abantu abangekafumaneki kwaye inkqubo yohlangulo nokukhangela isaqhuba. Inkonzo yesikhumbuzo sabo bangasekhoyo iyaqhuba sithetha nje eMthatha, yilento sithe masimeme othethela urhulumente wephondo u Khuselwa Rantjie......

30 MINUTES LIVE - BUDGET SPEECH COMPETITION
07:33

Learners at Qokolweni Senior Secondary School in Mthatha are accusing their school of ill-treatment and sexual abuse.
06:07

Future discussions on allowing access to the retirement pot of savings in the two pot retirement system
10:16