Arhoxiswe onke amatyala ngakusomashishini wee taxi owaziywayo wase Mpuma Koloni, yinkundla kamantyi yase Monti ngalenjikalanga. Ebevele phambi kwenkundla ngamatyala aquka ukubulala, ukuzama ukubulala, ukuba nemipu engekho mthethweni kunye nokunyanzelisa intlawulo ngokungekho mthethweni, phakathi kwamanye. Oku kulandela ukubanjwa kwakhe ngamapolisa ebutsheni bemini yanamhlanje. Intatheli yethu uSidima Mfeku ilazi ngcono elibali.....