Amakhasi onxibelelwano aye anconywe ngokudiza izenzo zolwaphulo mthetho ezenzeka ekuhlaleni, kwaye abenefuthe elikhulu ekufakeni uxinzelelo kwabasemagunyeni ukuba bathathe amanyathelo ngakwezizenzo. Nangona kunjalo, aye aphinde agxekwe ngokubanefuthe ekusasazeni iinkcukacha ezingachanekanga neziye zimanyelwe kakhulu luluntu kunoko kuthethwa ngabasemagunyeni. Esinye seziganeko amakhasi onxibelelwano athe adlala indima encomekayo ukusipapasha ukuze kuthathwe amanyathelo, lityala lomntwana oneminyaka esixhenxe ubudala ekutyholwa ukuba wadlwengulwa ngethuba esesikolweni eMatatiele. Kodwa kubekho neenkcukacha ezingachanekanga kwakulo mba mnye, de kube akuthenjwa namagosa achophele lo mba xa enika iinkcukacha ngenkqubela yelityala. To hear more on the good and bad influence social media can have in such cases, on the line we are joined by the head of communication at Media Monitor Africa, Thandi Smith...

TRUNEWS @6 - The Eastern Cape Department of Transport will roll out a series of targeted roadblocks across key routes in the province
05:57

We speak with the CRL Commission on what should be done to protect congregants from cult churches
09:12

Commuters may have to pay more as fuel hikes affect the taxi industry
06:49