INTRO: I-DA imemelele ekubeni kupheliswe umgaqo-nkqubo weBlack Economic Empowerment, iBEE ngamafuphi, isithi iyibulele imisebenzi, wakhuthaza urhwaphilizo kwaye wakwaxhamlisa nabantu abanonxulumano nabezopolitiko. Ngethuba lendibano noonondaba kundlunkulu wawo eBruma, kwimpuma yeRhawuti, lo mbutho uchaze iinkcukacha ngomthetho wawo oyilwayo nothi uquka wonke ubani, iEconomic Inclusion for All Bill. Uphakamisa ukuba kubekho imigqaliselo ebekwayo ukuphelisa ngezigaba ikomishoni yeBEE kwisithuba seenyanga ezilishumi elinesibini, kwaye umemelela ekubeni kususwe zonke izinto ezibandakanya iBEE, kuyo yonke imithetho yelilizwe jikelele. Ingxelo ka Busi Bopela siyenzelwa nguAmanda Xhala

NCC initiated an investigation on certain sanitary pads and panty liners that may contain harmful chemicals
11:03

NEWS REVIEW - We are unpacking the state of the Eastern Cape provincial address by the Premier
46:46

INTERCHANGE - Mother tongue that took centre stage at 2026 African Languages conference in Ghana this week
04:27