trufm Current Affairstrufm Current Affairs

NEWS REVIEW - ANC/SACP dual membership discussion ahead of the Local Government Elections

View descriptionShare
 

Zibonakala zisanda iingxaki nokungaboni ngasonye kunxantathu okhokhelwa yi ANC, njengoko umbutho wamakomanisi , iSACP, uthathe isigqibo sokuzimela kunyulo oluzayo loorhulumente bamakhaya. i ANC inike iintsuku ezilishumi amalungu anobulungu obubini kulombutho nakwi SACP ukuba azichaze  azakugayela inkxaso owuphi umbutho kolunyulo. Ebutsheni beveki i SACP ibibambe indibano noonondaba nalapho ivakalise ukungaxoli ngezityholo ezibekwa yi ANC ngakuyo. Ukuncokola banzi ngekamva le SACP nokuba siqwalasele ezi ngxaki, emnxebeni uAyabonga Kekana ubambe umhlalutyi wezopolitiko uGqirha Xolisile Ngumbela, kunye nosekela-nobhala jikelele wokuqala weSACP uMadala Masuku...

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

trufm Current Affairs

trufm News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 1,216 clip(s)