trufm Current Affairstrufm Current Affairs

30 MINUTES LIVE - EX-MINERS CLAIMS

View descriptionShare

Ingxowamali ebizwa iTshiamiso Trust, ibongoza bonke ababesakusebenza kwimigodi yegolide kweli loMzantsi Afrika, okanye iintsapho zabo, ingakumbi abo bathi bachatshazelwa sisifo isilicosis okanye isifo sephepha (TB) ukuba beze ngaphambili, ngelokujonga ukuba baselungelweni lokuxhamla kusini na kule ngxowamali. Iphondo iMpuma Koloni lelona kugxilwe kakhulu kulo. Ukusabela banzi ngalo mba, u-Ayabonga Kekana ubambe umanejala wezonxibelelwano kwi Tshiamiso Trust, uLusanda Jiya.

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

trufm Current Affairs

trufm News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 1,159 clip(s)