Inkulubaphathiswa yephondo iMpuma Koloni u Oscar Mabuyane, kulindeleke ukuba ibambe intlanganiso nabaqhubi bezithuthi ezithutha abantwana ezikolweni zeliphondo. NgoMvulo waleveki baliqela abafundi abasebenzisa ezizithuthi abazibone bengayanga ezikolweni ngenxa yokunqunyanyiswa kwalenkqubo. Ezinye zezizathu zokunqunyanyiswa kwalenkqubo kukungahlawulwa kwabanye abaqhubi. Ababaqhubi batyhola ngokuba okukungahlawulwa kususela kunyaka u 2023 no 2024. Ukusabela ngalendibano, emnxebeni sinaye othethela urhulumente wephondo u Khuselwa Rantjie.....

TRUNEWS @6 - Budget analysis
11:13

TRUNEWS @6 - COSATU reacts to the Budget Speech
02:19

NEWS REVIEW - State of South African Defence Force and its deployment to assist SAPS in combating crime
53:03