Umbutho wabantu abangaboniyo eGqeberha ubhiyozela usuku olugqamisa ukusetyenziswa kweentonga ezincedisa abantu abangaboniyo. Kubanjwe imingcelele kwizwelonke nalapha eGqeberha. Oku kwenzelwa ukuphawula ukukwazi ukuzimela kwabantu abangaboniyo ngalenyanga ibekelwe bucala, yabantu abangaboniyo. Ukuncokola banzi ngoku, emnxebeni sinaye omnye wabaququzeleli balomngcelele u Yonela Hofu....