Ziya zisanda iziganeko zokubhubha kwabantu ngenxa yesifo somhlaza (cancer). Oku kukhutshwe kwingxelo ye-National Cancer Registry of the Department of Health, kunye ne-Stats SA, echaza unobangela wokubhubha kwabantu.
Le ngxelo ichaza ngenani labantu abafunyenwe sisifo somhlaza, kunye nenani labo babhubhe ngenxa yayo. Olu phando, lufumanise ukuba abantu abantsundu ngabona banenani eliphezulu, kubantu abasweleke ngenxa yesifo somhlaza.
Ukuncokola ngokunabileyo ngalomba, masamkele emnxebeni u-Zanele Mfile ophuma e-Childhood Cancer Foundation (CHOC)