



BEE-INGCEBISO NGEMISEBENZI NO MALATHISI QAMGANGANA-06 MAY 2026
uMalathisi Qamngana uphendula imbalelwano yoMphulaphuli ethi, "ndicela uncedo, icompany yethu isinike i notice ye-section 89 nge 30 Matshi.Nge 8 April bandibizile mna behleli namagqwetha bathi bayayi suspenda i notice, bandi suspenda besithi ndiyaphandswa. Nda suspendwa ngoko nangoko"

BEE-SILUNGISA ULWIMI-05 MAY 2026
Silungisa ulwimi noDr Zauka. Namhlanje sijonge indlela eyiyo yokubiza igama "ukho".

BEE-EZAMAFA NO ZIPHO MVUBU-04 MAY 2026
UZipho Mvubu uphendula imbalelwano yomphulaphuli nethi, "`ndiswelekelwe nguMama ngo-February 2026. Xa ndyojonga kwi-Account yakhe yaseBank kwathiwa mangize ne-Letter of Authority. Ngiphinde ngezwa kukhulunywa nge-Letter of executorship." Umbuzo uthi, Ingabe yini umahluko phakathi kwe-Letter of au…

BEE-INTERVIEW WITH THOBEKA MSENGANA
Thobeka Msengana - Psychologist and Manager of the Student Counselling Unit at University of Fort Hare. UThobeka usityebisela banzi ngezinto ezibangela ukuba abantu babe madolwanzima ekuyeni kwi therapy.

SIWELA IMIDA NO LUSANDA MANGXANGAZA-01 MAY 2026
Siwela imida no Lusanda Mangxangaza nozinze eUSA. ULusanda uzalelwe eKokstad waze wakhulela ePitoli. Sithetha nje, usebenza eMelika njengompheki, uneminyaka emibini ekwelacala.

BEE-SIDL' IMBADU NO LOYISO GOLA
uLoyiso Gola usibalisela ngobomi bakhe, indlela aqale ngayo ukusebenza kwi comedy nezinto athe wazenza.

BEE-SIWELA IMIDA NO NIKITA TSHEKELA-24 APRIL 2026
uNikita ngowaseMaXesibeni, kodwa ukhulele eCarltonville. Esakhula kudala wafuna ukuba ngutitshala, wenza izifundo zobitishala kwiYunivesithi yasePitoli. Emva kokugqiba izifundo zakhe, wasebenza eSinikiwe High School eMdantsane. Wathi ukuphela kwe contract yakhe apho wathatha isigqibo sokuyophangel…

BEE-EZOMSEBENZI NO MALATHISI QAMNGANA-22 APRIL 2026
UMalathisi Qamgana uphendula umbuzo womphulaphuli othi, "Ndicela uqonda ukuba ba yilungisile lento ye position yam bangakwazi ukundibhathalaiimali zam, ezi bekufanele ndizifumenekwezinyanga zidlulileyo?"

BEE-Interview no Znhle Mantashe-Public Health Specialist
uZinhle Mantashe noyi Public Health Specialist ucebisa umphulaphuli ngendlela anokwenza ngayo ukuthintela ukukhulelwa kwabantwana abancinci. Ukwacebisa bona abantwana abancinci ngezinto ezibalulekileyo ngokukhulelwa kwabo bebancinci.

BEE-IMALI YAM NO SONWABILE-20 APRIL 2026
uSonwabile Mdondolo uphendula umbuzo wombuphulaphuli nothi, dine retirement annuity esecaleni kwenye yenkampani ezigcina imali le mali yiR300 000. Ngoku ndifuna ukukhupha lemali ngoba ndina 55. Ndandixelelwe ukuba ndingayikhupha le mali xa ndina 55, kodwa ngoku bathi andikwazi ukuyi khupha, bathi …