

BEE-ISIGAMA SESIXHOSA NO DR ZAUKA-14 APRIL 2026
UDr Zauka usicacisela isizakalisi esithi, inceba nothando lwakho ziyamangalisa. Apha usicacisela ngendlela ulwimi olusetyenziswa ngalo.

BEE-EZAMAFA NO ZIPHO MVUBU 13 APRIL 2026
UZipho Mvubu uphendula umbuzo womphulaphuli nobebuza umbuzo othi, "Ingaba inzala (Interest) ayibikho ninzi kwimali ye-Estate?? Ingaba yisiphi isizathu esenza ukuthi inzala (Interest) ingabikho ninzi". Mamela ukuba uZipho uye waphendula kwaye ecebisa esithini.

SIWELA IMIDA NO LUTHO MLUNGUZA
ULutho Mlunguza yinzalelwane yaseKapa, ukhulele eGugulethu. Sithetha nje, uhlala eMelika ukususela ngo2019 apho enza izifundo ze-Masters kwi-Artificial Intelligence. Ngaphandle koko ukwangu mdlali we soka oyi semi-professional, ungukapteni weqela Patuxent FA eMaryland

BEE - SIWELA IMIDA NO SIPHOKUHLE ULANA
Siphokuhle Ulana ngowase Qoboqobo eGwiligwili ngokwekhaya lakhe kodwa yena ukhule ehlala eMonti. Uye waqala ukuphangela ngo 2016 esebenza eMercedes Benz, usebenze apho iminyaka emithandathu. Ngo 2023 uye wafumana umsebenzi eGermany kodwa uye waqala kuwo ngo 2024 ngenxa ye process ze VISA. E-Germen…

BEE17-DOCUMENTARY-EPISODE1-01 APRIL 2026
Breakfast Eyondlayo Ekuseni is celebrating 17 years since its inception in 2009. The show has grew immensely and had a huge impact on the community of South Africa. Breakfast Eyondlayo Ekuseni (BEE) is not just a morning show—it’s a vibrant cultural experience that connects you to your roots while …

SIDL' IMBADU NE JAZIEL BROTHERS-27 MARCH 2026
Iqela lomculo elidumileyo laseMzantsi Afrika, Jaziel Brothers, libhiyozela iminyaka eyi-20 besenza umculo ngokukhupha ingoma entsha kraca ethi “Promise”, ephuma namhlanje. Sincokola namhlanje ngohambo lwabo kwezomculo ukusulela ngo2006 ukuzothi ga ngoku.

SIWELA IMIDA-NO GCWALISILE NYILIKA- 13 MARCH 2026
Gcwalisile usuka kwilali yaseNqamakhwe:EXhilinxa, Kulunda. Sithetha nje uzinze eAl Furjan eDubai eUAE. Wafika kwelilizwe ukusukela ngo August ka 2025. Sithetha nje usebenza njengomlawuli we construction project. Usebenzela enye yecompany zokwakha ezinkulu ehlabathini.

SIWELA IMIDA NO YONELA NTLAHLA 06 MARCH 2026
uYonela “Yondo” Ntlahla uzalelwe eMmabatho wakhulela eMonti, engowase Tsomo. Uhlala ePoland, apho aphangela kwi tech industry njenge Technical Product Consultant kwi online advertising, kwi nkampani yezobuchwepeshe iyenye eziphala phambili ehlabathini. Ufunde eCPUT iPublic Relations. Uneminyaka es…

SIWELA IMIDA NO LWANDO MOCKSINI 20 FEB 2026
ULwando ukhulele eQonce naseTinarha, waze wafudukela eKapa apho afunde iHealth and Safety Management waphangela kwaphaya. Ngo2023 uye wafudukufela eSaudi Arabia apho asebenza khona njenge Occupational Health &Safety Specialist.

SIDL'IMBADU NO FIKILE LUBISI
UFikile Lubisi noligqala lo msasazi kuMhlobo Wenene FM, usibalisela ngendlela ayihambileyo kwezosasazo. Ukwasitybesila ngamava akhe kwelicandelo lomsebenzi.