uSonwabile Mdondolo uphendula umbuzo wombuphulaphuli nothi, dine retirement annuity esecaleni
kwenye yenkampani ezigcina imali le mali yiR300 000. Ngoku ndifuna ukukhupha lemali ngoba ndina 55. Ndandixelelwe ukuba ndingayikhupha le mali xa ndina 55, kodwa ngoku bathi andikwazi ukuyi khupha, bathi bangandinika iR100 000 khuphela kule mali.
Ndingenza njani, ingaba isemthethweni lento yokuba bangafuni ukundinika imali yam? Ndisebenza njengo nurse futhi ndiyayazi xa ndithatha umhlala phantsi ndizoyifumana yonke imali yam kwaGEPF, kutheni yona lenkampani ingafuni undinika imali yam?

BEE- SINCOKOLA NO DR BAYENI NGE HANTA-VIRUS
07:49

BEE-INGCEBISO NGEMISEBENZI NO MALATHISI QAMGANGANA-06 MAY 2026
07:41

BEE-SILUNGISA ULWIMI-05 MAY 2026
03:32