iBrakfesi Eyondlayo EkuseniiBrakfesi Eyondlayo Ekuseni

SIDL' IMBADU NO QHAWE MAZALENI NONGU-MISS SOUTH AFRICA

View descriptionShare

iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni

Brakfesi Eyondlayo Ekuseni (BEE) show offers its listeners a sense of belonging and keeps them rooted to their culture within a modern context, fusing 
775 clip(s)
Loading playlist

UQhawe Mazaleni uneminyaka eyi24, ngowase Gonubie eMonti kodwa ngoku useRhawutini. Wenze izifundo kwiSpeech, Language and Hearing Therapy ezenza kwiYunivesithi yaseStellenbosch. Okwangoku wenza iMaster of Arts kwiSpeech-Language Pathology eYunivesithi yasePitoli, ejolise kuphando lwe-Autism.

Iilwimi azithethayo kakuhle uQhawe sisiXhosa, isiNgesi nesiBhulu, kwaye ngoku ufunda isiSepedi nesiZulu. UQhawe waqala ukuthatha inxaxheba kukhuphiswano lobuhle esengumfundi 
eBeaconhurst High School eMonti, apho waphumelela khona njengoFirst Princess.

 Ngomgqibelo umhla we-25 October 2025 uchazwe njengoMiss SA 2025.

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 1 playlist(s)

  1. iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni

    775 clip(s)

iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni

Brakfesi Eyondlayo Ekuseni (BEE) show offers its listeners a sense of belonging and keeps them roote 
Social links
Recent clips
Browse 775 clip(s)