Intro: Nanjengoko ngoLwezithathu kwiinkqubo ndaba zethu siqhuba namanqaku amalunga nonyulo nabandakanya ikomishoni yonyulo ezimeleyo, namhlanje siqwalasela umba wokusungulwa kwenkqubo yedemokhrasi yezikolo. Ukuva banzi ngako konke oku, sikrwece igosa eliphezulu lezonyulo eMpuma Koloni, umnumzana Siyabonga Maki.