Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletinsUmhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins

23.06.2020 07h00

View descriptionShare
Eliphambili kwezi ndaba:

Lifikelele ngaphaya kwe 100 thousand inani labantu abosulelwe yi ntsholongwane i Corona kweli lizwe, emva kokuba kosuleleke abantu abayi 4 200 kwezi yure zingama-24 zidlulileyo. Isebe lezempilo kuzwelonke lithi kuphinde kwasweleka abanye abantu sabangama-61 ngenxa yezigulo ezinxulumene nale ntsholongwane ze laya kufikelela kwi 1 991 inani laba bhubhileyo.
  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 1 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins

Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins
Social links
Recent clips
Browse 3,237 clip(s)