Iinkcukacha ezikhutshwe liziko leenkcukacha-manani leli loMzantsi Afrika, uStats SA, zibonakalisa ukuba ixabiso le Inflation yabathengi yonyaka ka 2020, yeyona yakhe yaphantsi kwiminyaka elishumi elinesithandathu, nekwindawo yesibini ngokuba sezantsi kwiminyaka engamashumi amahlanu ananye.