Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletinsUmhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins

20.01.2021 11h00

View descriptionShare
Uyalunyukiswa mphulaphuli ukuba eli nqaku lilandelayo lingabaphatha kakubi abo baneentliziyo ezi ethe-ethe kuquka abantwana!

Lothukile uluntu lwelali iDudumeni eMbizana kwiMpuma Koloni emva kokubhaqwa komzimba wepolisakazi ujinga kuphahla lwekhaya lalo. Abaziboneleyo bathi bezibotshiwe izandla zalo ngasemva linqunyulwe umqala.
  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 1 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins

Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins
Social links
Recent clips
Browse 3,237 clip(s)