I-National Transport Movement yenze ingcaciso ngesigqibo sayo sokuxhasa isigcwangciso esitsha sokuguqula izinto kwa SAA isithi izakusivotela esi sicwangcwiso . Namhlanje , ababolekisi ngemali bazakuvota okanye basichase isicwangciso samagosa ajongene nenkqubo yohlangulo lweshishini.