Iindaba zentsimbi yesibini emva kwemini, inqaku lazo eliphambili leli............
I-Yunivesithi yaseFreyistata kunye nenqununu yayo uNjingalwazi Jonathan Jansen, babonisana namagqwetha ngebango lesigidi esinye seeRandi, esifakwe ngababini ababefudula bengabafundi kule yunivesithi.