Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletinsUmhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins

04 march 15h00

View descriptionShare
Umphathiswa wezolimo uSenzeni Zokwana uthi isiphakamiso sikarhulumente sokucuthwa kobungakanani befama ukuya kwishumi elinesibini lamawaka e-hectare, iselicebo lothetha-thwano. Kudliwano ndlebe ne arhente yendaba, in -Reuters uZokwana uthe nokuba kugqitywe ngeli phi inani kobu bungakanani, amafama anako ukuqesha umhlaba owongezekileyo ukuqhuba urhwebo.

Inkulumbuso yephondo leNtshona-Koloni, uHelen Zille uthi sele iphantsi kolawulo imililo ebhudle isixeko sase Kapa kodwa esithi kuyakuthabatha ixesha ukuba ipheliswe nya. Ekwathi ngamana kubacimi-mlilo nabasebenze iyure ezinde ukulwa lamalangatye.
  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 1 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins

Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins
Social links
Recent clips
Browse 3,237 clip(s)