Nanga amanqaku ankqenkqeza phambili ngale Yure......
Abacimi mlilo bathi banyuka umnqantsa ukucima imililo yamadlelo egqugqisa kuMzantsi wencam yeKapa nanjengoko imimoya ebhudla ngamandla ibaphazamisa
Iyaqalisa kwakhona kusasa nje, ikomishoni ephanda isivumelwano sentengo yezikhali yango-1999