INTRO: Ikomiti ejongene nemithetho kwindlu yowiso mthetho iphumeze ukusekwa kwekomiti yasepalamente ezakuqwalasela imiba ye ofisi kamongameli. Esisigqibo siye saxhaswa ngumbutho we DA, I-MK Party kwakunye ne EFF, nangona kunjalo i-ANC ne IFP ziyasichasa esisigqibo. Ukufumana uhlalutyo olubanzi malunga noku, emnxebeni masamkele ingcali kwimiba yezopolitiko umnumzana Thamsanqa Malinga.