Bekulindeleke bavele kwinkundla kaMantyi e-Dikeni eMpuma Koloni namhlanje, abarhanelwa kwityala lokuxhwilwa nokubulawa kuka Kungawo Nyhweba. Umzimba walentwazana eneminyaka elishumi elinethoba ubudala, wafunyanwa kwiintsuku ezimbalwa ezigqithileyo eMakhanda, emva kokuchazwa njengolahlekileyo