IKhabhinethi yoMzansi Afrika ibongoze urhulumente waseZambia kunye nosapho longasekhoyo uMongameli uEdgar Lungu ukuba basebenzise isithintelo esikhutshwe yiNkundla ePhakamileyo yasePitoli ngoLwesithathu ukufumanana. Oku ukwenzela ukunika owayesakuba nguMongameli wela lizwe, uLungu, umngcwabo ondilisekileyo, ofanele lowo wayesakuba yiNtloko yeLizwe. Inkundla ephakamileyo yasePitoli ikumisile ukungcwatywa kukaLungu eMzantsi Afrika izolo. Masisve ingxelo ka Lulama Matya siyilungiselelwe nguLikho Jack...

Learners at Qokolweni Senior Secondary School in Mthatha are accusing their school of ill-treatment and sexual abuse.
06:07

Future discussions on allowing access to the retirement pot of savings in the two pot retirement system
10:16

30 Minutes Live| Eastern Cape Department of Health to roll out HIV prevention jabs at 49 clinics across the province
07:30