Mr Thami Mshengu

View descriptionShare
 

Ngokuhlwanje sijonga iprofessional league yamanenekazi, bekumele ukuba ikwisiqingatha sesibini okanye umlenze wesibini kule season kodwa yathiwa xha ngenxa ye lock down nee cases ze Covid-19. Sithetha nentatheli ezimeleyo (independent) ebhala ngale league

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 1 playlist(s)

Ezemidlalo

Sport Show that delivers sports news and commentary in isiXhosa
Social links
Recent clips
Browse 384 clip(s)