Ingxoxo
Ngokuhlwanje kwi Round Table, , sithetha negqala elashiya uMzantsi Africa laya elubhacweni.
Round Table
Xa kanye eMzantsi Afrika sibhiyozela inyanga yenkululeko, Ngokuhlwanje sijonga ukuba ziintoni esingazibhiyozela emidlalweni ngokuphathelelene nenkululeko. Soloko siyikhankanya into yophuhliso lombhoxo kwiphondo le Eastern Cape kwi Eastern Province Rugby ne Border Rugby ezithwaxwa kukungabikho kwem…
Round Table
sincokola namanina azenzele igama kwi codes ezahlukileyo, Soccer, Boxing and Rugby Sijonga ukuba ngawaphi amalungelo abaxhamle kuwo kwezemidlalo, ingaba akhona amalungelo abacinga ukuba asanyhaswa kulemidlalo yabo
Round Table Discussion
Sithetha ngomonzakalo, umothuko nezilonda eziphola kade ezisiyeka kubadlali ngenxa yomothuko (trauma) kwanokuba babuyela njani kwimpilo yesiqhelo emva kokudlula kwiziganekoabagaxeleke kuzo zokuba kuphume umphefulo womdlali kwiingozi ze sport, kodwa namhlanje sichaphazela kumanqindi.
Tuesday Round Table
Uphuhliso lwabadlali bebhola ekhatywayo.
Lincoln Mali
Iyabuya kwakhona itumente yombhoxo ebikhe yathiwa xha nesisikhumbuzo segqala elingasekhoyo utata uMzwandile Mali. Ngenxa ye Covid-19 ngo 2020 khange iphinde iqhube, kodwa ngoku ibuya seyikhulile likhona nethuba lokuchonga abadlali abazakuya kukhenketho eNgilane…
Sibongiseni Sidzatane
Sijonge nakumdlalo wamanqindi ukhona nomlo obukulempelaveki ka Xolisani Nomeva Ndongeni oqeqeshwa ngu Chief Njekanye. Kanti kwinyanga ezayo uyalwa uSivenathi Nontshinga The Special One enyolwa yila boxer eyohluthe ibhanti lakhe kulonyaka siphuma kuwo…
Spha Mavuso
Iyaqala itumente yamazwe eAfrika ngalempelaveki January 13-11 February Ivory Coast kanti sikwaphuma nakwimpelaveki ye Carling Match
Rev Magongo
Iyabuya kwakhona itumente yegalufa eyasungulwa ngo 2019 nezakusindlekwa apha eGqeberha ngenyanga ka December.
Panel Discussion
Mr Vuyani Beast Bungu- Boxing Legend Mr Sibongiseni Sidzatane- Boxing Analyst Mr Mesuli Zifo- Daily Dispatch Journalist and Boxing Analyst