Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

UPHENDLO NDABA - TOPIC - GANGSTERISM

View descriptionShare

NTRO: Iziko iFW De Klerk Foundation limemelela kurhulumente ukuba enze ungenelelo olungxamisekileyo ngakwiziganeko zokubulalana ezinxulumene nemilo yoonqevu, iGangsterism ukutsho. Eliziko lithi urhulumente makabhengeze lengxaki njengentlekele kazwelonke. Oku kuza emva kweziganeko zakutshanje ezixelwe kumaphondo aliqela kweli nalapho kubulewe abantu, ze iingxelo zophando lwamapolisa zinxulumanise eziziganeko nemfazwe eqhubayo kumaqela oonqevu. Eziziganeko ziquka ezo zixelwe kwiphondo leNtshona Koloni, iGauteng, iKwaZulu Natal, eMpumalanga kwakunye nase Mpuma Koloni, phakathi kwamanye amaphondo.

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

  1. Umhlobo Wenene Current Affairs

    1,299 clip(s)

  2. SABC News Podcasts

    20,551 clip(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 1,688 clip(s)