Inkonzo yokuvala inyanga yamanina.
Ngenani Emasangweni Ngendumiso
Ngenani Emasangweni Ngendumiso.
Ngina ubukhulu bukaThixo
Ubungqina
Umphulaphuli ongqina ngokungafumani bantwana.
Ilizwi lanamhlanje lisuka ku Luka 9 vs 56 " kuba uNyana woMntu engaze kutshabalalisa miphefumlo yabantu, uze kusindisa. Baza baya mzaneni wumbi.
Intshumayelo
Intshumayelo: Genesis 32:9-11
Intshumayelo: Methodist Church Youth: Genesis 32:9-11
Umthandazo ovula inkqubo
Uyazi kangakanani iBhayibhile yakho
Dliwano ndlebe noLindelwa ongaboniyo
Dliwano ndlebe noVuyokazi okhubazeka ngeAlbinism
Intshumayelo isuka kuNcebakazi
Ufundo Lencwadi Engcwele - IiNdumiso
Umthandazo - Siphokazi Slayi
Namhlanje sijonga ukuba uyazi kangakanani ibhayibhile yakho
Unfundo Lencwadi Engcwele kwakunye nentshumayelo (New Peniel Zion Church)
Umthandazo - Zikhona Mphuzi
Intshumayelo - Matthew 26 vs 10
Umthandazo wovula inkonzo
Noba intliziyo yakho injani...phakama uThixo unawe
Kwathi emva kokufa kukaSawule, uDavide ebuyile ekuwabulaleni ama-Amaleki, wahlala uDavide eTsikelage imihla emibini.
• INGABA LICWECWE LAKHO LOKUQALA ELI?? • KUTHENI UKHETHE UMCULO WEVANGELI? • USEBENZE NOBETHUSILE MCINGA KUTHENI UKHETHE YENA KWEZIMVUMI EZINGAKA ZOMCULO WEVANGELI? • INGABA YINYANI UKUBA UNGUGQIRHA? • WENZA NJANI UKUBA NGUGQIRHA NEMVUMI NGAXESHA NYE? • UYAYIPHILA LENTO OYICULAYO,ITHINI IVESI OYITHANDAYO? • LIFUMANEKA PHI ICWECWE LAKHO? • KANENE UFUMANEKA NJANI KUFACEBOOK,TWITTER OR INSTAGRAM?
Dliwano-ndlebe noMduduzi • LITHINI KWAYE LELESINGAPHI ELI CWECWE? • ZEZIPHI IIMVUMI ENISEBENZISANA NAZO KWELICWECWE,KUBA KWELINYE USEBENZE NO MALIBONGWE GCABE NO MAMA U FAITH KHANYILE? • INGABA XA ITSHINYSHE KANGAKANANI IIGOSPEL INDUSTRY KULE MIHLA? • LIFUMANEKA NJANI ELI CWECWE? • UNEXESHA ELINGAKANANI UCULA? • UMYALEZO WAKHO KWELICWECWE?