Usisi waswelekelwa ngabazali ena8yrs, wahlala kwamakazi wadlwengulwa ngumyeni kamikaze, wemnka nomnye usisi kanti umsa kwamanye amadoda angaphezu kweshumi aye mdlwengula ubusuku nemini kungoku nje uHIV positive kunye ne cancer akana ID or birth certificate zange aye kwaseskolweni