Njengenxalenye yokuzinikela kwethu ekuqinisekiseni ukuba ulutsha, abantu abafuna umsebenzi, nabafundi ubomi babo bonke benza ukhetho olufanelekileyo,. Kwesi isiqendu, sijonga: ukucwangcisa ikhondo lomsebenzi njengelinye lawona manyathelo abalulekileyo abantu abatsha abanokuwathatha ukubumba ikamva labo.
Umxholo: Faka isicelo ngoku!! Ngomnyaka ka 2012 Isebe LezeMfundo eliphakamileyo noqeqesho lasungula inkqubo ejonge ukukhuthaza abafundi ingakumbi abo bakumabanga aphezulu ukuba bazifake ngethuba izicelo zokufunda khon'ukuze bangazifumani kwimityangampo yemigca yabo bakhangela izithuba zemfundo ebakho qho xa kuqala unyaka wezifundo. Kwakuyo le nkqubo undwendwe lwethu oluphuma kwiSebe leMfundo ePhakamileyo NoQeqesho luye lwabelana ngolwazi malunga namakhondo abafundi abanokuwaKhetha!
UHlahlo-lwabiwo-mali lweSizwe luka 2026, olunikezelwe nguMphathiswa u-Enoch Godongwana, lufike kwixesha elinzima kuMzantsi Afrika, nalapho kuhlenga-hlengiswa amatyala amadala aqikelelwa kwi-78.9% ye-GDP ngokuchasene neemfuno ezicinezelayo zoluntu olutsala nzima. Ngelixa uNondyebo / Treasury ebhiyozela intshiyekela yohlahlo lwabiwo-mali oluphambili kunye ne inflation yerhafu enxulumene nokunyuka kwamaxabiso kubantu, uluntu-kuquka undwendwe lwethu uLiso Mdutyana ovela kwiZiko lezoQoqosho (Institute for Economic Justice) baxoxa ukuba uhlahlo lwabiwo-mali lugcina "imeko ekhoyo" yobungqongqo, kunye nenkcitho yokwenyani ngomntu ngamnye ekuqikelelwa ukuba iyakwehla. Umbuzo wosuku: Njengoko sicalula iimpembelelo zokukhula koqoqosho kunye neenkonzo zoluntu, siyabuza: ingaba olu hlahlo-lwabiwo-mali lubonelela ngenene indlela eya kuhlumo olunenguqu, okanye ingaba lubashiya ngasemva abona bantu babuthathaka belizwe?
UMHLOBO WENENE FM DHET 11 FEBRUARY 2026 Navigating NSFAS SEASON 4 EP4
WORLD READ ALOUD DAY 04 FEB 2026
Transitioning from School to PSET SEASON 5 EP2
UMHLOBO WENENE FM DHET 21 JANUARY 2025 Understanding your Matric results SEASON 5 EP1
World AIDS Day 2
Female condoms
World AIDS Day
HIV Testing Services for Children
Psychosis
TB Preventative Therapy
BPall new XDRTB Treatment
What are immunisations and what are they for
Early Childhood Development & 1st 1000 Days
Season 3 Recap & Season 4 Summary
Immunisation
Breastfeeding
Mom Connect
Russia Scholarships
Hungary Scholarships
China Scholarships
International Scholarships
Unyaka ka2024 uqaphela iminyaka eyi30 kususela oko ilizwe loMzantsi Afrika lathi labamba ulonyulo lwentando yesininzi. Nasekubeni u1994 weza nentlantsi yethemba nobomi obungcono kumntu wonke, le minyaka ibonakalise umsantsa omkhulu phakathi kwabatyebileyo nabasweleyo, kwaneemeko ezinzima zokuphila kubemi belizwe loMzantsi Afrika. Mphulaphuli, ibe yihambo ende ukusuka ku1994 ukuza kuthi ga ngoku, kodwa, ingaba ngokwenene kukho esinokuqhayisa ngako?
Isikhokelo KwezeMfundo 30 November 2023
ELECTORAL AMENDMENT- IEC CIVIC
VOTER REGISTRATION PART1- IEC YOUTH KE YONA
THE ROLE OF IEC- CIVIC SECOND SEGMENT
What is IEC- IEC CIVIC
Abantu abatsha kwezobuchwepheshe.
Physical Sciences Paper 2 Revision
Part 2 revision – Questions and Answers revision. (Physical Science P1)
Part 2 of Life Science Revision- Questions and Answers revision.
Matric June Exams Revision- Physical Sciences Paper 1 (Momentum and Impulse)